Ndijonga phezulu ndizama kubamba yembezi zingehli emehlweni ami ngoba
bunzima esijongene nabo masizive sifumana amandla ukulila kwam
kukubhala kwam ingoma ngexesha elifanelekileyo
wonke amaduna andiphakameleyo asezo gotywa phambi kwam
Angeke ndikwazi kuphila ngaphandle kwakho
Kunziba ukuphila ngaphandle kwakho inzima impilo ngaphandle kwakho
Iminqweno nemithandazo yethu yeminyaka asoze yabhanga
Ukubunjwa nokwakhiwa akukaveli kusezomangaza xa
ndisiva ukudinwa kwamadolo ami endleleni ze ndomelezwe
nezinto ezimbi ezithethekileyo zifun'undonyelisa mandomelezwe
Angeke ndikwazi kuphila ngandle kwakho
Kunzima ukuphila ngaphandle kwakho inzima impilo ngaphandle kwakho
Angeke ndikwazi kuphila ngandle kwakho
Kunzima ukuphila ngaphandle kwakho
inzima impilo ngaphandle kwakhooo
Comparte
Impilo! con tus amigos.
Que tal te parece
Impilo de Nathi?