Letra Ntonga Yam de Kholeka

Letra de Ntonga Yam

Kholeka

Ntonga Yam
Kholeka
(0 votos)
Ntonga yam ntonga Yam (My rod, My rod)
umsimelelo wam uyandithuzela (My staff, you comfort me)

Jesu wam wena ungumsimelelo wam (My Jesus, you are my staff)
uyandithuzela (You comfort me)

Comparte Ntonga Yam! con tus amigos.

Que tal te parece Ntonga Yam de Kholeka?
Pesima
Mala
Regular
Buena
Excelente