Cancion : Liziwe Artista : Nathi Album : Buyelekhaya Url : https://www.letras10.co/letra-liziwe-de-nathi sondela ntombazana andikudelanga mntasekhaya ntonje ndidinga ithuba lokuba nawe ndikubambe mamela ntombazana ndiphupha ngawe ndikuthanda and bendinga qali ngoba kudala ndikufuna we liziwe ndiyakuthanda we liziwe ndiyakufuna x2 usakhumbula ndikubiza usakhumbula ndikulandela ndifuna ukuzibika kudala ndikufuna kudala ndikuthanda kudala ndikufuna kudala ndikuzulela kudala ndikuthanda we liziwe ndiyakuthanda we liziwe ndiyakufuna x4 andikhatgali noba bathini wena ungowami ulubambo lwam ndizocitha nawe intsuku zobomi bam ndiyakuthandax2 ========================== Letra descargada de Letras10.co ==========================