Cancion : Noyana Artista : Soweto Gospel Choir Album : Blessed Url : https://www.letras10.co/letra-noyana-de-soweto-gospel-choir Sikuyo indlela Yelizwe lobomi Ikhaya labantuBehleli ngendweba Nina ke nahluka KuThixo ngokona Nithini, noya na? Noya na phezulu? Hey′ noya na? (Noya na?) Noya na? (Noya na?) Noya na? (Noya na?) Noya na? (Noya na?) Nithini, noya na? Noya na phezulu? Kwelozwe akukho Buhlwempu nakanye Zindyebo nendyebo Izintwezikhoyo Izifo azikho Hay' azingebikho Nithini, noya na? Noya na phezulu? Hey′ noya na? (Noya na?) Noya na? (Noya na?) Noya na? (Noya na?) Noya na? (Noya na?) Nithini, noya na? Noya na phezulu? Mina ndohamba Baba (ndohamba) Ndisiya kuBawo (ndohamba) Mina ndohamba (ndohamba) Mina ndohamba (ndohamba) Ewe ke, ndohamba Ndisiya phezulu Hey' noya na? (Noya na?) Noya na? (Noya na?) Mina ndizoya na? (Noya na?) Noya na? (Noya na?) Nithini, noya na? Noya na phezulu? ========================== Letra descargada de Letras10.co ==========================