Cancion : Izintaba Artista : Zahara Album : Country Girl Url : https://www.letras10.co/letra-izintaba-de-zahara [Verso 1] Ngapha nangapha ndiv' amagama am Bayandibiza, ndiv' ingxolo Bebecinga ndizoyekelela Kodwa ndinethamsanqa Ngapha nangapha ndiv' amagama am Bayandibiza, ndiv' ingxolo Bebecinga ndizoyekelela Kodwa ndinethamsanqa Kodwa ndinethamsanqa [Coro] Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' iintaba ziwela kum Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' iintaba ziwela kum [Verso 2] Ndivuke kubalel' engqondweni yam Ndipheth' intliziyo yam ngenzandla Kodw' ithemba lam likhona Kuzoba luhlaza ngomso Kuz' izaqhwithi, kuz' izivunguvungu Khawuleza khawuleza Kuz' izaqhwithi, kuz' izivunguvungu Khawuleza khawuleza [Coro] Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' iintaba ziwela kum [Puente] Kuz' izaqhwithi, kuz' izivunguvungu Khawuleza khawuleza Kuz' izaqhwithi, kuz' izivunguvungu Khawuleza khawuleza [Coro] Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela [Conclusi�n] Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' iintaba ziwela kum ========================== Letra descargada de Letras10.co ==========================