Letra Liziwe de Nathi

Letra de Liziwe

Nathi


Liziwe
Nathi
(0 votos)
sondela ntombazana
andikudelanga mntasekhaya
ntonje ndidinga ithuba
lokuba nawe ndikubambe
mamela ntombazana
ndiphupha ngawe ndikuthanda
and bendinga qali
ngoba kudala ndikufuna
we liziwe
ndiyakuthanda
we liziwe ndiyakufuna x2
usakhumbula ndikubiza
usakhumbula ndikulandela
ndifuna ukuzibika
kudala ndikufuna
kudala ndikuthanda
kudala ndikufuna
kudala ndikuzulela
kudala ndikuthanda
we liziwe
ndiyakuthanda
we liziwe
ndiyakufuna x4
andikhatgali noba bathini
wena ungowami ulubambo lwam
ndizocitha nawe intsuku zobomi bam
ndiyakuthandax2


Comparte Liziwe! con tus amigos.


Que tal te parece Liziwe de Nathi?
Pesima
Mala
Regular
Buena
Excelente